Udaniyeli 11:38 Ibhayibhile (XHO96)

Nto aya kuyenza kukunqula uthixo weenqaba – thixo lowo ke wayengaziwa nangooyise. Kodwa ke yena uya kumzukisa ngegolide, isiliva, namatye anqabileyo, nezinye izinto ezixabisekileyo.

Udaniyeli 11

Udaniyeli 11:34-44