Udaniyeli 11:37 Ibhayibhile (XHO96)

Soze akhathalele noothixo booyise, ngokunjalo nalowo ulangazelelwa ngabafazi. Ewe, akayi kukhathalela namnye uthixo, kuba uya kuzenza mkhulu kunabo.

Udaniyeli 11

Udaniyeli 11:36-45