Nguwo lo umlomo kaNdikhoyo, uThixo onamandla onke,uthi: “MaSirayeli, ndinizisela isizwe!Siza kuniphatha gadalala ukususa kulaa ngxingwa yaseHamatikude kuye kutsho kulaa ntili ingaseArabha.”