Mawoo! Lusizi okwenu, nina bantundini bathe zava eZiyon,nina nizicingelayo ukuba nikhuselekile kwintaba yaseSamariya –nditsho nina, zindwalutho zesizwe,nina kuziwa kuni ngabantu bakwaSirayeli.