Kwabaseroma 8:34 Ibhayibhile (XHO96)

Ngubani onokubagweba, ethe wafa nje uKrestu, wathi ngaphezu koko wabuya wavuka, waza waya kuhlala ewongeni kwaThixo, apho asithethelela khona?

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:26-36