Kwabaseroma 8:35 Ibhayibhile (XHO96)

Ngubani ke onokusahlukanisa nothando lukaKrestu? Yimbandezelo na? Yinkxwaleko na? Yintshushiso na? Yindlala na? Bubuzé na? Yingozi na? Likrele na?

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:29-39