Kwabaseroma 8:30 Ibhayibhile (XHO96)

Abo ke uThixo wabamiselayo kwangaphambili, wababiza kananjalo. Abo wababizayo, wabenza amalungisa. Abo wabenza amalungisa, wabanika iwonga.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:22-38