Kwabaseroma 8:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku abo wayeselebazi kwangaphambili, wabamisela ukuba babe ngumfanekiso woNyana wakhe, ukuze uNyana wakhe abe ngowamazibulo kusapho olukhulu.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:19-35