Kwabasefilipi 4:9 Ibhayibhile (XHO96)

Zenzeni zonke izinto enazivayo nezo nazibonela kum, amazwi kwanezenzo. Ke uThixo onika uxolo uya kuba nani.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:6-17