Kwabasefilipi 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ndimanyene neNkosi, yaye ndivuya gqitha kuba emva kwethuba elingaka kuphinde kwabalasela ukundikhathalela kwenu. Phofu kakade nanindikhathalele, koko niswele ithuba.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:8-20