Kwabasefilipi 2:16 Ibhayibhile (XHO96)

nibanika iindaba zobomi. Xa nenjenjalo ke, noba libhongo lam ngaloo Mini kaKrestu, kuba kaloku kobonakala ukuba andifumananga ndabulaleka elugqatsweni nasemsebenzini.

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:15-18