Kwabasefilipi 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

niziphathe nyulu ningenagxeke, njengosapho lukaThixo olungabekwa bala phakathi kwabantu abakhohlakeleyo beli phakade.Khanyani phakathi kwabo njengeenkwenkwezi zikhanya esibhakabhakeni,

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:10-25