Kwabasefilipi 1:20 Ibhayibhile (XHO96)

Umnqweno nethemba lam kukuba ndinganikezeli, kodwa ngamaxesha onke, ingakumbi ngoku, ndikhuthale, ukuze ubume bam bonke bunike isidima kuKrestu, ndiphila okanye ndifile.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:13-30