Kwabasefilipi 1:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ndiyazi ukuba ngemithandazo yenu, nangoncedo loMoya kaYesu Krestu ndiya kusinda.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:11-26