Kwabase-Efese 6:1-3 Ibhayibhile (XHO96) Bantwana, bathobeleni abazali benu nimanywe neNkosi nje, kuba kulunge kanye ukwenjenjalo. “Beka uyihlo nonyoko.”