Kwabase-Efese 5:33 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ikwasingisele nakuni. Ngoko ke yonke indoda mayimthande umfazi wayo, kanye ngale ndlela izithanda ngayo nayo. Ngokukwanjalo ke wonke umfazi makayihlonele indoda yakhe.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:25-33