Kwabase-Efese 5:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku indoda iyintloko yomfazi, kanye njengokuba noKrestu eyintloko yebandla. Ke yena uKrestu ukwanguMhlanguli walo ibandla elingumzimba wakhe.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:14-24