Kwabase-Efese 5:2 Ibhayibhile (XHO96)

Hlalani nithandana kanye ngale ndlela wanithanda ngayo uKrestu. Yena wazincama ngenxa yenu, wazenza umnikelo nedini elivumba limnandi kuThixo.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:1-5