Kumahebhere 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

UMelkizedeki akayiyo inzala kaLevi, kodwa nakuba kunjalo wathatha isishumi kuAbraham, waza wamsikelela; ngoko ke wasikelela umntu owanikwa izithembiso nguThixo.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:5-9