Kumahebhere 7:5 Ibhayibhile (XHO96)

Isizukulwana sikaLevi esingababingeleli siyagunyaziswa ngumthetho ukuba sithathe isishumi ebantwini, oko kukuthi kumawabo, nangona nawo ekwayinzala ka-Abraham.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:1-8