Kumahebhere 7:14 Ibhayibhile (XHO96)

Iyaqondakala into yokuba iNkosi yethu yeyendlu kaJuda, ibe ke uMosis akazange ayikhankanye le ndlu malunga nobubingeleli.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:10-16