Kumahebhere 12:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku besifudula sinabo ootata apha emhlabeni, besiqeqesha, kodwa sibahlonipha. Kuyimfuneko ngakumbi ke ukuba simhloniphe ngentobeko lowo ungutata wethu ngokoMoya, khon' ukuze siphile.

Kumahebhere 12

Kumahebhere 12:6-15