Kumahebhere 12:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ootata bethu bona babesiqeqesha kangangoko, kodwa lilifutshane ixesha labo. Kambe ke yena uThixo, esiqeqesha nje, usilungiselela ukuba sibuxhamle ubungcwele bakhe.

Kumahebhere 12

Kumahebhere 12:1-16