Kumahebhere 11:13 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke aba bantu bafa benokholo. Babengekazixhamli iziqhamo zesithembiso. Kodwa naxa zazikude babezibona, bezilangazelela, bevuma ukuba bona baziindwendwe nje ezidlulayo kweli lizwe.

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:4-21