Kumahebhere 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

Yiyo ke loo nto kuthe kwindoda enye, naxa yayiselifana nofileyo nje kukwaluphala, kwavela inzala ebuninzi bungangeenkwenkwezi, ingenakubalwa okwentlabathi elunxwemeni lolwandle.

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:7-19