Izafobe 8:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ndandilapho xa wayemisa imida yolwandle,xa wayesithi: ‘Latyuza, kodwa ungagqithi apha.’Ekuzimiseni kwakhe iziseko zehlabathi ndandikho.

Izafobe 8

Izafobe 8:26-32