Isityhilelo 7:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kwisizwe sakwaJuda kwaphawulwa ishumi elinambini lamawaka, kwesakwaRubhen yaba lishumi elinambini lamawaka, kwaGadi yalishumi elinambini lamawaka,

Isityhilelo 7

Isityhilelo 7:3-6