Isityhilelo 7:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaliva lixelwa nenani labo baphawulwayo. Kwaphawulwa ikhulu elinamashumi mane anesine amawaka kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli.

Isityhilelo 7

Isityhilelo 7:1-13