Isityhilelo 13:8 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke abantu behlabathi baya kulinqula. Abo ke ngabantu abamagama angabhalwanga encwadini yabaphilayo eyabhalwa kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi. Incwadi le ke yeyeXhwane elabulawayo.

Isityhilelo 13

Isityhilelo 13:6-10