Isityhilelo 11:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba kukho bani ufuna ukuwenzakalisa, emlonyeni wawo kuya kuphuma umlilo ulutshabalalise olo tshaba. Uya kufa ngolo hlobo ke umntu ofuna ukuwenzakalisa la mangqina.

Isityhilelo 11

Isityhilelo 11:1-10