Iinkokheli 9:6 Ibhayibhile (XHO96)

Baphuma ke abemi baseShekem nabo bonke abaseBhete-milo, bahlanganisana baya kumthi omkhulu wom-oki oseShekem, bammisela khona uAbhimeleki waba ngukumkani wabo.

Iinkokheli 9

Iinkokheli 9:1-9