Iinkokheli 9:5 Ibhayibhile (XHO96)

Waya nazo kowabo eOfra, waza ke wababulala bonke oonyana bakayise, ebabulalela phezu kwelitye elinye. Kambe ke yona inci kaJerubhali uYotam yazimela yaza yasinda.

Iinkokheli 9

Iinkokheli 9:1-14