Iinkokheli 9:28 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uGali unyana kaEbhede: “Xa engubani yena uAbhimeleki inzala kaShekem, ukuba sibe phantsi kwakhe? Akanyana kaJerubhali na? AsinguZebhule na ihlakani lakhe? Hayi bo! Masibuse amadoda akwaHamori usoShekem!

Iinkokheli 9

Iinkokheli 9:23-38