Iinkokheli 9:27 Ibhayibhile (XHO96)

Baphuma ke baya kukha iidiliya ezidiliyeni zabo, baza baxovula benza iwayini, babhiyoza. Baphuma baya kwindlu yesithixo sabo, batya basela bamqalekisa uAbhimeleki.

Iinkokheli 9

Iinkokheli 9:25-34