Iinkokheli 7:1 Ibhayibhile (XHO96)

UJerubhali, oko kukuthi uGidiyon, nawo onke amadoda akhe bavuka ngentseni, baya kumisa ngakumthombo waseHarodi. Ke yona ikampu yamaMidiyan yayikwintili engentla kwabo ngakwinduli yeMore.

Iinkokheli 7

Iinkokheli 7:1-5