Iinkokheli 6:31 Ibhayibhile (XHO96)

UJowashe wathi kuloo madoda ayemrharhamela: “Kanti ngoku seningakuBhali? Nini abamkhuselayo? Wonke umntu ongakuBhali uza kufa kungekasi. Ukuba uBhali nguthixo makazilwele; kaloku kudilizwe iqonga lakhe.”

Iinkokheli 6

Iinkokheli 6:28-33