Iinkokheli 5:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, siyavuma, Ndikhoyo, makube njal' ukufa kweentshaba zakho!Ke bona abakuthandayo mabaqaqambe njengelanga xa liphumayo!Emva koko ke kwalandela amashumi amane eminyaka yenzolo.

Iinkokheli 5

Iinkokheli 5:21-31