“Hayi, mhlawumbi baxakeke kukwab' amaxhoba:Imbelukazi, hayi, zimbini kwijoni ngalinye;kuSisera lilaph' elitofo-tofo elimabala-bala,elenkosazana liqhwaqhwalal' eliqhoqhonyiweyo.”