Iinkokheli 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku amaSirayeli adanduluka akhala kuNdikhoyo, waza ke yena wawathumela umkhululi. Lowo ke yayinguOteniyeli unyana kaKenazi umninawe omncinci kaKalebhi.

Iinkokheli 3

Iinkokheli 3:1-14