Iinkokheli 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uOteniyeli wonganyelwa nguMoya kaNdikhoyo, waza waba yinkokheli yamaSirayeli. UOteniyeli waya emfazweni, wathiwa jize ngoloyiso nguNdikhoyo, wamoyisa ukumkani uKushan-rishatayim waseAram.

Iinkokheli 3

Iinkokheli 3:5-20