Iinkokheli 18:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke amaDan akhetha amagorha amahlanu awaziwayo, amela isizwe sawo siphela. Awakhupha eZora nase-Eshtawoli, awayala athi: “Hlolani ilizwe elo.”Athi akufika kweleentaba lakwaEfrayim, alalisa kwaMika.

Iinkokheli 18

Iinkokheli 18:1-10