Iinkokheli 18:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo thuba ke uSirayeli wayengenakumkani. Ke yona indlu kaDan yayisazifunela umhlaba owawuza kuba lilifa layo, kuba ukuza kuthi ga ngoku yayingekafumani mhlaba ungowayo njengezinye izindlu zikaSirayeli.

Iinkokheli 18

Iinkokheli 18:1-7