Iinkokheli 16:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku abantakwabo nawo onke amawabo baya kuwuthatha umzimba wakhe, bagoduka nawo. Bamfihla kwingcwaba likayise uManowa phakathi kweZora ne-Eshtawoli. Waba yinkokheli yamaSirayeli iminyaka engamashumi amabini.

Iinkokheli 16

Iinkokheli 16:24-25-31