Iinkokheli 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Waphakula ubusi apho ke kuyo, wahamba ebutya; waphathela noyise nonina. Kambe ke akabaxelelanga ukuba ubusi obo ubuphakule kwisidumbu sengonyama.

Iinkokheli 14

Iinkokheli 14:5-16