Iinkokheli 14:8 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwethutyana ke waya kuyithatha ibe ngumfazi wakhe. Apho endleleni ke wakha wacebuka, kuba efuna ukuqonda ngaloo ngonyama wayeyibulele. Suka ke wayifumana selilibubu leenyosi elinobusi.

Iinkokheli 14

Iinkokheli 14:1-9