Iinkokheli 14:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uSamson wambeswa amandla nguMoya kaNdikhoyo, waza wehla waya eAshkelon. Apho ke wabulala amashumi amathathu amadoda, waza wayithatha impahla yawo, wayinika abo bafana babecombulule iqhina lakhe.Ke yena wagoduka evutha ngumsindo ngenxa yale nto ihlileyo.

Iinkokheli 14

Iinkokheli 14:13-20