Iinkokheli 14:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ngosuku lwesixhenxe, lingekatshoni ilanga, abafana abo beza kuSamson, bafika bathi:“Yintoni engaphezu kobusi ngobumnandi?Iyintoni enamandla ngaphezu kwengonyama?”USamson ke waphendula wathi:“Ukuba beningalimanga ngethokazi lamngeningalicombululanga eli qhina.”

Iinkokheli 14

Iinkokheli 14:13-20