Iinkokheli 14:16 Ibhayibhile (XHO96)

Umtshakazi lowo waya selenyembezana kuSamson, wafika wathi: “Hayi, kucacile ukuba awundithandi, undithiyile! Usuka wenzele amawethu iqhina, kodwa mna akundixeleli ukuconjululwa kwalo!”Waphendula ke yena wathi: “Ndingathini ukuxelela wena ndingekabaxeleli utata nomama?”

Iinkokheli 14

Iinkokheli 14:15-18