Iinkokheli 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwakukho umfo waseZora ogama linguManowa. Yena wayengowendlu kaDan. Umkakhe wayelidlolo, engafumani bantwana.

Iinkokheli 13

Iinkokheli 13:1-8