Ke kaloku amaSirayeli aphinda amona *uNdikhoyo, waza ke yena wawanikela ezandleni zamaFilistiya amashumi amane eminyaka.